Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 15:24 Ibhayibhile (XHO96)

kuba lo nyana wam ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa.’ Baza ke bona bachwayita.

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:24 kwimeko