Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 1:38 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke uMariya: “Ndim lo mna mkhonzazana weNkosi. Makwenzeke kum ngokwamazwi akho.” Saza semka isithunywa kuye.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:38 kwimeko