Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 8:30 Ibhayibhile (XHO96)

Abo ke uThixo wabamiselayo kwangaphambili, wababiza kananjalo. Abo wababizayo, wabenza amalungisa. Abo wabenza amalungisa, wabanika iwonga.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:30 kwimeko