Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 7:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke, ukuba umfazi uthe waba ngowenye indoda isaphila indoda yakhe, kothiwa ungumkrexezi. Kodwa ke ukuba ithe yafa indoda yakhe, woba ukhululekile emthethweni, aze angabi ngumkrexezi ukuba uthe waba ngowenye indoda.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 7

imbono Kwabaseroma 7:3 kwimeko