Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Nakanye! UThixo yena uhlala enyanisekile, nangona bangade bonke abantu babe ngamaxoki, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi:“Umelwe kukubonakala ngamazwi akho ukuba uthembekile,woyise ekuthethweni kwetyala lakho.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 3

imbono Kwabaseroma 3:4 kwimeko