Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 2:27 Ibhayibhile (XHO96)

Nina maJuda, nangona nalukileyo, ninawo umthetho eziBhalweni, nibe noko ningawenzi, niya kugwetywa ziintlanga ezithe zingalukanga nje zawugcina umthetho.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 2

imbono Kwabaseroma 2:27 kwimeko