Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

Nakuwe ke mntundini ugwebayo, nokuba ungubani, amatyholo aphelile. Ewe, ngokugweba omnye, uzigweba ngokwakho. Kaloku wena ugwebayo, wenza kwaezo zinto ugweba omnye ngazo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 2

imbono Kwabaseroma 2:1 kwimeko