Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 10:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba kodwa wona amaSirayeli ayengaqondi? Ukuphendula mandiqale ngoMosis othi:“Mna ndiya kunenza nikhweletele uhlanga olungento;ndiya kunixhokonxa ngohlanga olungenangqondo.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 10

imbono Kwabaseroma 10:19 kwimeko