Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabasefilipi 1:16-17 Ibhayibhile (XHO96)

Abo ke baqhutywa luthando, kuba bayazi ukuba uThixo undiphathise umsebenzi wokukhusela udaba olungoKrestu. Kodwa abanye aba bona uKrestu abamshumayeli benyanisekile, koko bamshumayela ngomoya wokuzigwagwisa, becinga ukuba bangandivusela inkathazo engaphezulu ngoku ndibanjiweyo kakade.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 1

imbono Kwabasefilipi 1:16-17 kwimeko