Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabase-Efese 6:21 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko kuyimfanelo ukuba nive ngemeko nempilo yam, uTikiko uya kunazisa ngazo zonke ezo ndaba. Yena nguwethu othandekayo, isicaka esithembekileyo emsebenzini weNkosi.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 6

imbono Kwabase-Efese 6:21 kwimeko