Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabase-Efese 5:2 Ibhayibhile (XHO96)

Hlalani nithandana kanye ngale ndlela wanithanda ngayo uKrestu. Yena wazincama ngenxa yenu, wazenza umnikelo nedini elivumba limnandi kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 5

imbono Kwabase-Efese 5:2 kwimeko