Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumahebhere 13:17 Ibhayibhile (XHO96)

Zithobeleni iinkokheli zenu, nizihloniphe, kuba azilali lixhala ngenxa yenu. Kaloku kufuneka zenze ingxelo yomsebenzi wazo kuThixo. Ke ukuba niyazihlonela, woba khaphukhaphu umsebenzi wazo. Kanti ungaba nzima, ningancedeki nani, ukuba anizihloneli.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 13

imbono Kumahebhere 13:17 kwimeko