Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumahebhere 12:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ootata bethu bona babesiqeqesha kangangoko, kodwa lilifutshane ixesha labo. Kambe ke yena uThixo, esiqeqesha nje, usilungiselela ukuba sibuxhamle ubungcwele bakhe.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 12

imbono Kumahebhere 12:10 kwimeko