“ ‘Nangu umnqophiso endiya kuwenza nabo emva kwaloo mihla,’ itsho iNkosi:‘Ndiya kuyifaka ezintliziyweni zabo imithetho yam,ndiyishicilele ezingqondweni zabo imiyalelo yam.’ ”