andabi saya nokuya naseJerusalem *kubathunywa abadala kunam emsebenzini, koko ndasuka ndaya ngqo kwelama-Arabhu. Emva koko ke ndabuyela eDamasko.