Kananjalo ndabona ingwanyalala yesithunywa sezulu esakhwaza sabuza sathi: “Ngaba ngubani ofanelekileyo onokuluqhaqha uphawu, ayivule le ncwadi?”