UMoya kunye nomtshakazi bathi: “Yiza”Wonke umntu ovayo makathi: “Yiza!”Wonke umntu onxaniweyo makeze. Makawasele amanzi obomi; asisisa kwabo bawafunayo.