Lowo woyisileyo, ewe, onyamezeleyo ekwenzeni ukuthanda kwam kwada kwasesiphelweni, ndiya kumnika amagunya phezu kwezizwe.