Kwaphuma ikrele elibukhali emlonyeni wakhe. Wayeza kuxabela iintlanga ngalo, azifake phantsi kolawulo olungqongqo. Yena wozikhama iinkani ngesohlwayo sengqumbo kaThixo uSomandla.