Kodwa bona aba bantu bayazingcikiva izinto abangaziqondiyo. Kambe ke zona izinto ábazazi ngemvelo, oku kwezilwanyana, zezona zikukufa kwabo.