Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kwabasetesalonika 3:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyaniyala, mawethu, ngegunya legama leNkosi uYesu Krestu, ukuba nizikhwebule nakubani othi ulikholwa abe engenwe ngumkhwa wokungakhathali, nakulowo uyidelayo imfundiso yethu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasetesalonika 3

imbono 2 Kwabasetesalonika 3:6 kwimeko