Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kwabasekorinte 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo owathi: “Makuvele ukukhanya ebumnyameni,” usekwanguye okhanyisela iingqondo zethu, etyhila ukwaziwa kobume bakhe obubonakala kuKrestu siqu.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 4

imbono 2 Kwabasekorinte 4:6 kwimeko