Xa sukuba nixolela umntu ngokona kwakhe, nam ndiyamxolela. Kuba mna xa ndixolela – apho sukuba kukho ndawo ndixolela umntu ngayo – ndenjenjalo ngenxa yenu egameni likaKrestu.