Ndineentloni ukuyivuma loo nto; kambe mna ndaba ligwala!Kodwa ke ukuba kukho bani onobuganga bokuqhayisa – ndivakala njengesidenge – nam ndiya kuba nobuganga obukwanjalo.