lawo ayibulalayo iNkosi uYesu *nabashumayeli, nathi ngokwethu asigxotha. Lawo ke ngamaJuda angayikhathalelanga intando kaThixo, aziintshaba zoluntu.