Yeka ukumana usela amanzi odwa; thatha intwana yewayini. Yosilungisa isisu sakho, ungasoloko ukhathazwa yimpilo.