Uze ungadlali ngesipho sikaThixo osifumene ngenxa yamazwi awodwa âvela kuThixo xa wawubekwa izandla ngamadoda amakhulu ebandla.