Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kayohane 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Okholwayo kuNyana kaThixo nentliziyo yakhe iyangqina; kambe ke yena ongakholwayo kuThixo, umenza ixoki ngokungabamkeli ubungqina obuvela kuThixo ngoNyana wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 5

imbono 1 Kayohane 5:10 kwimeko