Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kayohane 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nguwo lo ke umahluko phakathi kwabantwana bakaThixo nabakaSathana: Umntu ongenzi okulungileyo nongawathandiyo amanye amakholwa, asingomntwana kaThixo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 3

imbono 1 Kayohane 3:10 kwimeko