Nakhethwa kwangaphambili ngokwentando kaThixo, nenziwa imilowo ngoMoya oyiNgcwele, ukuze nilulamele uYesu, nitshizwe ngegazi lakhe. Nanga ke ningenzelwa isisa niphiwe uxolo ngakumbi nangakumbi.