Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kapetros 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Babethetha ngesisa eniya kusenzelwa nguThixo. Babezama ukuphonononga ukuba zaziya kuhla nini na, njani na, ezo zigigaba. Kaloku uMoya kaKrestu wabatyhilela intlungu eyayiza kuhlela uKrestu ngeli thuba, newonga awayeza kulixhamla.

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 1

imbono 1 Kapetros 1:11 kwimeko