Testamente Endala

Testamente Entsha

Uzefaniya 2:5 Ibhayibhile (XHO96)

Yeha ke, nina bemi ngaselwandle!Yeha ke, nina maKreti!Ilizwi *likaNdikhoyo lichasene nani:“Wena Kanana, mhlaba wamaFilistiya, ndokutshabalalisa,kungabikho namnye umi kuwe.”

funda isahluko epheleleyo Uzefaniya 2

imbono Uzefaniya 2:5 kwimeko