Uya kusolula isandla sakhe kwelangasentla,ayitshabalalise iAsiriya,ayenze ibe linxuwa iNiniva,isale iyinkangala enjengentlango.