Ngaloo mini ndiya kubohlwaya bonke abatsiba umgubasi womnyango,abazalisa indlu yothixo wabo ngogonyamelo kunye nenkohliso.