Ewe, yithini cwaka phambi kweNkosi uNdikhoyo;kaloku imini kaNdikhoyo isemnyango.Yena ulilungisile idini,ubangcwalisile abo abamemileyo.