Abantu ndobazisela inkxwaleko;bosuka bafathule ngathi ziimfama.Kaloku bamonile uNdikhoyo.Igazi labo lophalala njengothuli,imizimba yabo ivuthuluke njengobulongwe.