Ngaloo mini ke uNdikhoyo uThixo wabo wobasindisa.Kaloku bona baba ngabantu abangumhlambi wakhe.Bobengezela elizweni lakheoku kwamatye exabiso ahombisa isithsaba.