Kuba uJuda ndimbhetya okwesaphetha,uEfrayim yena abe litolo lam.Ndophekuza ngoonyana bakho, Ziyon,babe njengekrele legorha,ndibalekuze oonyana bakho, lizwe lamaGrike.