Testamente Endala

Testamente Entsha

Uzakariya 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku wandibonisa umbingeleli omkhulu uYoshuwa emi phambi kwesithunywa *sikaNdikhoyo; yena uSathana emi ngasekunene kwakhe eza kummangalela.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 3

imbono Uzakariya 3:1 kwimeko