“Mawoo, loo malusi ungento,into esuka iwushiye umhlambi!Akwaba ikrele lingamqhokr' ingalo,limtyhumfuze iliso lasekunene.Ngamana yabuna ngokupheleleyo ingalo yakhe,iliso lasekunene lityhaphake tu.”