Entlakohlaza celan' imvula *kuNdikhoyo.Nguye umenzi wamafu esiphango.Abantu ubanika izandyondyo zemvula,amadlelo uwatsho avelisele abantu uhlaza.