Testamente Endala

Testamente Entsha

Uzakariya 1:21 Ibhayibhile (XHO96)

ndaza ke ndathi: “Ezi ngcibi zize kwenza ntoni na?”Waphendula wathi: “Ezi mpondo ngabo bachitha-chitha uJuda kangangokuba kungabikho bani unokuphakamisa intloko yakhe. Kambe ke iingcibi ezi zize kubarhwaqelisa; ziza kuzaphula iimpondo izizwe ezalifaka uphondo ilizwe lakwaJuda, labachitha-chitha abemi balo.”

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 1

imbono Uzakariya 1:21 kwimeko