Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 8:35 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshuwa ke wayifundela elo bandla liphela imiyalelo kaMosis, engashiyanga nesuntswana eli. Ayekho namakhosikazi, nabantwana, kwakunye nabangeneleli abemi phakathi kwamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:35 kwimeko