elenze njengoko uMosis, isicaka sikaNdikhoyo, wayeyalele. Walenza ngamatye angaqingqwanga, ngokomyalelo osencwadini yomthetho kaMosis. Kwelo qonga kwakusenziwa amadini atshiswayo kunye nawobudlelane.