Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 8:20 Ibhayibhile (XHO96)

Athe akubheka amadoda aseAyi abona kufunquza intshinyela yomsi ngasesibhakabhakeni. Akazange abe nakubalekela ndawo, kuba amaSirayeli awayezenza ngathi ayabaleka ajika angena kuwo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 8

imbono Uyoshuwa 8:20 kwimeko