UYoshuwa wathi makuye amadoda apho. Akhawuleza ke, aza azifumana zombelwe apho ngenene ezo zinto, isiliva ingaphantsi yona.