Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 7:15 Ibhayibhile (XHO96)

Loo ndoda ke yalathiweyo kwaza kwafunyanwa kuyo ezo zinto kufuneka zitshatyalalisiwe, yotshiswa kunye nako konke okukokwayo. Kaloku iwaphule umnqophiso kaNdikhoyo, yenza ubuyatha kwaSirayeli.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:15 kwimeko