Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 4:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Lakuba luwele lwaphelela uhlanga lwamaSirayeli, *uNdikhoyo wathi kuYoshuwa:

2. “Tyumba amadoda abe lishumi elinambini, ibe nye kwisizwe ngasinye.

3. Yithi makathathe ishumi elinambini lamatye kulaa ndawo bekume zinzi kuyo ababingeleli esazulwini seJordan, awathwale loo matye, aze awabeke apho kuya kuba kukhululwe khona ngokuhlwa namhlanje.”

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4