Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 23:8-10 Ibhayibhile (XHO96)

8. Ndaweni yaloo nto nina namathelani kuNdikhoyo, nenze njengoko senenzile unanamhla.

9. UNdikhoyo unigxothele izizwe ezikhulu nezinamandla ekungeneni kwenu, akwabikho bani unako ukumelana nani edabini.

10. Nditsho nomntu omnye kuni angachitha-chitha iwaka eyedwa, kuba kaloku uNdikhoyo uThixo wenu uyanilwela njengoko wathembisayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 23