uze udlule ngasentla kwengxingwa eBhete-hogela, uye kuphela ngasentla apho umlambo iJordan ungena khona kuLwandle oluFileyo. Lo ke yayingumda wangasezantsi.